Nehodí se? Vůbec nevadí! U nás můžete do 30 dní vrátit
S dárkovým poukazem nešlápnete vedle. Obdarovaný si za dárkový poukaz může vybrat cokoliv z naší nabídky.
Ukudlala yinto ebaluleke kakhulu ekufundeni. Le ncwadi ethi Masidlaleni ikhuthaza abantwana ukuba bahlole indawo ebangqongileyo baphuhlise nesakhono sabo sokuzenzela umfanekiso ngqondweni.Njengokuba igcwele abalinganiswa abavela kwiintlanga ngeentlanga zoMzantsi Afrika esiziqhenyayo ngawo, le ncwadi izakukhuthaza abantwana ukuzenzela awabo amabali, bazicele umngeni wokudlala imidlalo emitsha baze bonwabe kangangoko nabahlobo babo.