Nehodí se? Vůbec nevadí! Zboží můžete vrátit až do 30 dní
S dárkovým poukazem nešlápnete vedle. Obdarovaný si za dárkový poukaz může vybrat cokoliv z naší nabídky.
Až 30 dní na vrácení zboží
Esibhedlele sabagula ngengqondo, ePinelands Psychiatric Hospital, abanye babedlala, besithi bona bangoonesi, bangoogqirha, baziitoliki. NoSibabalwe Makhelwane wazikhethela ukuba yena unguMongameli welizwe. Kwaqala kwakho ingxoxo, ezinye zezigulane, kunye namanesi azayikholelwa ukuba uSibabalwe anganguMongameli welizwe, bambi bemthundeza ukuba akhethe nto yimbi. Wafunga uSibabalwe, esithi bonke abangamkholelwayo uzakubabonisa into abhinqe ngayo! Eli libali lomzamo wokufezekisa esi sifungo. Wena wakhe walibona igeza liphuncuka endimangeni, lileqa eUnion Building, lishiya ubutyadidi kwindlela yalo! UMonde Nkasawe, nongumbhali osele etshatshele, ulibalisa ngobunono nangobuchule obumangalisayo elibali.
Ahoj! Jsem Libroamiko, tvůj knižní rádce.
Jak ti můžu pomoct?