Free delivery for purchases over 1 499 Kč
PPL Parcel Shop 54 Czech Post 74 Balíkovna 49 PPL courier 99 Zásilkovna 54

Sibunjwe ngokukhethekileyo

Language XhosaXhosa
E-book Adobe ePub
Publishers Pan Macmillan Children's Books, April 2022
Amantombazana antsundu angamadela-kufa, enza kwenzeke, kwaye ayawushukumisa umhlaba. Singaba ziingca... Full description
? points 15 b
148
In stock Immediate digital delivery

Amantombazana antsundu angamadela-kufa, enza kwenzeke, kwaye ayawushukumisa umhlaba. Singaba ziingcali kwezenzululwazi, amagcisa, iinjineli okanye naluphi na uhlobo lobuvulandlela.Amantombazana antsundu akhaliphile, silandela umzekelo wamanye amanina akhethekileyo! Nditsho amanina awayekhona phambi kokuba sizalwe – oodade bethu noomama bethu.Incwadi ethi Sidalwe ngokukhethekileyo yincwadi eyakhayo nenika inkuthazo kumantombazana antsundu. Incoma indlela la mantombazana antsundu ngayo ngokwahlukileyo, anemizimba eyahlukileyo namile ngokwahlukileyo ngayo. Le ncwadi fundisa amantombazana hayi ukuzamkela nje kuphela koko ukubhiyozela indlela adalwe ngokukhethekileyo ngayo ngokwasemzimbeni, ngokweetalente zawo ngelixa ikwakhuthaza ukuba abe namaphupha amakhulu aphuhlise nesakhono sawo sokuyila.

About the book

Full name Sibunjwe ngokukhethekileyo
Language Xhosa
Binding E-book - Adobe ePub
Date of issue 2022
Number of pages 32
EAN 9781776251223
Libristo code 44942184
Give this book today
It's easy
1 Add to cart and choose Deliver as present at the checkout 2 We'll send you a voucher 3 The book will arrive at the recipient's address

Login

Log in to your account. Don't have a Libristo account? Create one now!

 
mandatory
mandatory

Don’t have an account? Discover the benefits of having a Libristo account!

With a Libristo account, you'll have everything under control.

Create a Libristo account